Game Info
YINTONI I-TYISA UMHLOBO WAM?
Tyisa umhlobo wam isebenzisa 'umdlalo ovezweyo ukuze ufunde' ubuchule bokubandakanya abantwana kunye nokubanceda bafunde ukufunda. Abantwana banandipha ukuqokelela nokukhula kwezilwanyana zezilwanyana ngelixa befunda ukufunda ngokusemgangathweni.
YIKHULULEKILE UKUKHUPHELA, AKHUKHO NTENGISO, AKUTHENGISWA PHAKATHI KWIHLELO!
Yonke into ikhululekile kwi-100%, idalwe yi ntlangano ezingenzi nzuzo Curious Learning, CET, kunye Apps Factory.
IIMPAWU ZOMDLALO EZIKHUTAZA IZAKHONO ZOKUFUNDA
• Izindalo ezinwabisayo kunye ezibandakanya abantwana
• Letter tracing games to aid reading and writing Imidlalo yokubhala ngokulandelela iileta yokunceda ukufunda nokubhala
• Imidlalo yokukhumbula yesigama
• Amanqanaba ecelomngeni woku-vakala kuphela
• Ingxelo yophuhliso kubazali
• Ungene ngemvume kwabasebezisi beninzi ngokuthola ingxelo yophuliso ngabanye
• Izilwanyana eziqokelekayo, eziguquguqukayo kunye nezolisayo
• Yenzelwe ukukhuthaza izakhono zentlalo-zengqondo
• Akuthengiswa ngaphakathi kwihlelo
• Akukho ntengiso
• Akukho uxhumano lwe intanethi efunekayo
PHUHLISWA YI NGCALI NGEMNTWANA WAKHO
Umdlalo usekelwe kwiminyaka yophando kunye namava kwisayensi yokufunda nokubhala. Iquka izakhono eziphambili zokufunda nokubhala, kubandakanywa Ulwazi lwe-Fonetiki, Ukwazi Iileta, Fonetiki, IsiGama kunye nokuFunda iZwi Ngokubona. Ukuze abantwana bakwazi ukuhlaziya isiseko esinamandla sokufunda. Eyakhelwe malunga nomxholo wokunyamekela iqoqo lezilwanyana, yenzelwe ukukhuthaza uvelwano, ukunyamezela kunye nophuhliso lwentlalo-emoyeni kubantwana.
SINGOOBANI NA KE THINA?
Tyisa umhlobo wam eyayixhaswa ngu-Norwegian Ministry of Foreign Affairs , njengenxalenye ye khuphiswano ye-EduApp4Syria. Usetyenziso yokuqala yaseArabhu yaphuhliswa njengentsebenziswano ehlangeneyo phakathi kwe-Apps Factory, CET – The Center for Educational Technology, and IRC – The International Rescue Committee.
Tyisa umhlobo wam yaguqulelwa kwisiNgesi ngoCurious Learning, engenzi nzuzo ezinikezelwe ekukhuthazeni ukufikelela kumxholo wokufunda nokubhala ngokufanelekileyo kubo bonke abayifunayo. Siyiqela labaphandi, abaphuhlisi, kunye nootitshala abazinikezele ekunikeni abantwana kuyo yonke indawo ukufunda nokubhala ngoulwimi lwabo ngokusekelwe kubungqina kunye nolwazi - kwaye bazama ukuzisa uhlelo lokusebenza lwe-Tyisa umhlobo wam kwiilwimi ezili-100 ezithintekayo kwihlabathi jikelele.
-----
Feed The Monster teaches children the fundamentals of reading in isiXhosa. Collect monster eggs and feed them letters so they can grow into new friends!
WHAT IS FEED THE MONSTER?
Feed The Monster uses proven ‘play to learn’ techniques to engage kids and help them learn to read. Children enjoy collecting and growing pet monsters while learning reading fundamentals.
FREE TO DOWNLOAD, NO ADS, NO IN APP PURCHASES!
All content is 100% free, created by literacy nonprofits Curious Learning and CET – and brought to South Africa through the support of BellaVista School.
GAME FEATURES TO PROMOTE READING SKILLS:
• Fun and engaging phonics puzzles
• Letter tracing games to aid reading and writing
• Vocabulary memory games
• Challenging “sound only” levels
• Parental progress report
• Multi-users login for individual user progress.
• Collectable, evolvable, and fun monsters
• No in-app purchases
• No ads
• No internet connection needed
DEVELOPED BY EXPERTS FOR YOUR CHILD.
The game is based on years of research and experience into the science of literacy. It incorporates key skills for literacy, including Phonological Awareness, Letter Recognition, Phonics, Vocabulary, and Sight Word Reading so kids can develop a strong foundation for reading. Built around the concept of caring for a collection of monsters, it is designed to encourage empathy, perseverance and socio-emotional development for children.
Games Related to Tyisa umhlobo wam (isiXhosa)
How to Download and Play Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) on PC
- 1Download and install LDPlayer X on your PC.
- 2Enter and search for Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) in the search bar at the top left corner.
- 3Click on "Install" to download Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) automatically.
- 4Once the installation is completed, click on "Open".
- 5The game will be launched in LDPlayer automatically. Enjoy!
- 6You can also click on the game icon of Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) in LDPlayer homepage to start playing.
Advantages of Playing Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) on PC with LDPlayer X
Wider Screen
The larger PC screen allows you to capture clearer visual details in Tyisa umhlobo wam (isiXhosa).
Customized Control
Play games with mouse, keyboard & controller with your own customized setting, guaranteeing a gaming experience for Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) comparable to actual PC gaming.
Multi-instance & Synchronizer
Log in to multiple game accounts or play multiple games at the same time. A great time saver for rerolling.
Higher FPS
With more realistic and smooth visual effect, and more coherent action, visual experience and the sense of immersion for Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) is greatly optimized.
Game Assistant
Use scripts to simplify complex task processes and complete tasks automatically. Enjoy your game with ease.
Video Record
Record highlights or operation processes in Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) to share with your friends.
Computer Configuration for Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) PC Version
System
Win10 64-bit or higher, including OpenGL 4.xSystem
Win7 / Win8 / Win8.1 / Win10CPU
8th Gen Intel Core i3-8100 4-core or higher, with VT enabledCPU
Intel or AMD CPU Processor x86 / x86_64, with VT enabledGPU
NVIDIA GeForce GTX1050 Ti 2GB or higherGPU
Windows DirectX 11 / OpenGL 4.0 Graphics DriverMemory
8GB or moreMemory
At least 2GB RAMStorage
10GB or more available space for installation disk, 2GB or more available space for system diskStorage
At least 1GB available memoryMore From Curious Learning
More popular games
Free Fire: Winterlands
PUBG MOBILE
Mobile Legends: Bang Bang
Among Us
Brawl Stars
Clash of Clans
GODDESS OF VICTORY: NIKKE
Call of Duty: Mobile Season 11
Free Fire MAX
PUBG MOBILE LITE
Minecraft: Play with Friends
CookieRun: Kingdom
Ragnarok M: Eternal Love
Epic Seven
Call of Duty®: Mobile - Garena
Roblox
Arknights
Ragnarok X x Re:Zero
Clash Royale
Black Desert Mobile
Apex Legends Mobile
Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) - FAQ
Q: Is LDPlayer X safe for players?
Q: Can I play Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) on PC?
Q: Why is LDPlayer X the best platform to play Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) on PC?
The powerful built-in Android emulator lets you immerse yourself in every small detail of the game.
Additionally, it allows you to simply play numerous popular games in your browser, such as Brawl Stars and Roblox.
You can also enjoy the best top-up discount for popular games on LDShop.